ABC

Siphokazi - Amacala
текст песни

2

0 человек. считает текст песни верным

0 человек считают текст песни неверным

Siphokazi - Amacala - оригинальный текст песни, перевод, видео

Ake nimniken'inkomo zakh'uSokhaya sengibuyel' ekhaya
Ake nimnikeni zonke inkomo zakhe
Ngibuyel'ekhaya
Uwo kube ngangazi
Ngangomel'eMjendeze
Useng'bek'amabala
Useng'bek'izici
Useng'bek'amabala
Useng'bek'izici
Usuphenduk'inkantolo umuzi wami
Ngibuyel'ekhaya
Usuphenduk'ijele umuzi wami
Ndimkile
Useng'bek'amabala
Useng'bek'izici yho
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Seng'qomoloza, ng'qomoloza ekuze kuse
Seng'qomoloza, ng'qomoloza ekuze kuse
Ake nimniken'iyinkomo zakh'uSokhaya ngibuyel' ekhaya
Ndithi ndincedeni
Mnikeni inkomo zakh'uSokhaya
Ndiyemka
Waze waphenduk'ijele umuzi wami
Kuhlala kuyimbizo imihla yonke
Usuphenduk'inkantolo lomuzi
Intilongo yo!
Njalo, njalo ngitheth'amacala
Kulo muzi ndiyahamba
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Ndiyamba
Iyoooo
Seng'qomoloza, ng'qomoloza ekuze kuse
Seng'qomoloza, ng'qomoloza kuze kuse
Sekwanele ngoku
Alitshon'ilanga kungathethwanga
Ndinqandeleni mninken'iinkomo zakhe
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Imihla nezolo
Seng'qomoloza, qomoloza ekuze kuse
Sobe ndiyimele lempi
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Ndikhululeni ndihambe
Sekwanele kwanele
Ndiyahamba ndiyahamba
Sobe ndiyimele lempi
Seng'thetha amacala ekuze kuse
Kwanele ndiyahamba
Ngamacala imini yonke ubusuku
Yimpi kuyaliwa ndiyahamba
Ndinqandeleni ngomnik'inkomo zakhe
Ndihlukane namacala mna
Ndiyaqomoloza ndiyaqomoloza oh yini
Ndincedeni hayi we

Другие песни исполнителя:

Все тексты Siphokazi

Верный ли текст песни?  Да | Нет